Iindawo Zokurenta Inyanga eKipps

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Chester
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle eVictoria Mansion
3–31 Jan
Yi$2 344 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-219
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Goshen
I-Cheery & Peace Farm Cottage, i-10 Min ukuya kwi-LEGOLAND
25 Jan – 22 Feb
Yi$3 353 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Goshen
Ukuphumla kweFama Cottage Escape, 10 Min ukusuka LEGOLAND
25 Dis – 22 Jan
Yi$4 267 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bullville
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwindawo eneminyaka eyi-120 ubudala enezinto ezininzi
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 688 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.