Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKirby Cane

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Suffolk
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yiLoft
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 801 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bungay
I-Quirky Hideaway - akukho mali yongezelelweyo efihliweyo!
29 Epr – 27 Mey
Yi$2 022 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-236
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Broome
Indlu Esemaphandleni Eyakhiwe Ngamaplanga
26 Epr – 24 Mey
Yi$2 678 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Norfolk
The Old Music Room
4 Okt – 1 Nov
Yi$1 940 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.