Iindawo Zokurenta Inyanga eKirillawala Junction

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Negombo
I-Krishan Villa Eduze neSikhululo Seenqwelo-moya/Negombo
4 Dis – 1 Jan
Yi$252 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-629
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Negombo
i-saumya villa (Indlu yonke enendawo yokuphola)enamagumbi okulala ayi- A/C
3 Sep – 1 Okt
Yi$372 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
ISuperhost
Indlu e-Sri Jayawardena Pura, Colombo,
igalari yamaplanga-Artist 's Gallery
26 Okt – 23 Nov
Yi$746 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-316
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Sri Jayawardena Pura, Colombo,
Igalari Yomzobi
25 Mat – 22 Epr
Yi$752 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.