Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKirkburn

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Driffield
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esecaleni kwe-canal
26 Jan – 23 Feb
Yi$1 865 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-361
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-East Riding of Yorkshire
IHayloft eBainton - indlu esemaphandleni enamagumbi okulala ayi-2.
1–29 Dis
Yi$3 452 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-324
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Tickton
Indlu esemaphandleni Endala - Izilwanyana zasekhaya Kulungile - Indawo yokupaka
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 738 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-243
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Kirkburn
Ikhaya leHolide laseYorkshire Wold
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 184 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-99

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.