Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKsamil

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ksamil
Indlu enendawo yokuphola ekumgama wemizuzu eyi-1 ukusuka elwandle - eDori 4
2–30 Nov
Yi$850 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sarandë
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engasemanzini eSar
9 Dis – 6 Jan
Yi$965 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sarandë
I-Eli 's Seafront Boutique Apartment
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 861 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sarandë
I-1-Bedroom Condo eSarande, eAlbania
11 Mat – 8 Epr
Yi$665 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKsamil

Ksamil Beachbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bora Bora Ksamil (Beach Bar & Restaurant)bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Guvat Bar Restorantbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar Restorant Korali Ksamilbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beach Bar Podabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Supermarket Gjordenibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.