Iindawo Zokurenta Inyanga eKuala Lumpur

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Titiwangsa
Cheap Long Stay Cozy 1 Bedroom Apartment Near KLCC
30 Mat – 27 Epr
Yi$386 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kuala Lumpur
I-Duma Sentral K20 Premium yangaphambili kwiNtshona
30 Mat – 27 Epr
Yi$722 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bukit Bintang
11-02 A Vida Bukit Ceylon Palm Suites 17 (2 PAX)
22 Jun – 20 Jul
Yi$840 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bukit Bintang
Ceylonz Suites @ Bukit Ceylon
3–31 Aga
Yi$734 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKuala Lumpur

Amatowers asePetronasbayi 1 287 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pavilionbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IPaki yeKLCCbayi 598 abantu basekuhlaleni abayincomayo
1 Utama Shopping Centrebayi 464 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dataran Merdekabayi 430 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sunway Velocity Mallbayi 134 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.