Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMalacca

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Melaka
I-Melaka Ocean Blue Atlantis | I-Netflix | Kufuphi neJonker
19 Epr – 17 Mey
Yi$617 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
ISuperhost
Iflethi e-Melaka
I-Papa Studio @ Imperio kunye ne-Sea View & Pool View
19 Feb – 19 Mat
Yi$467 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
ISuperhost
Iflethi e-Malacca
I-Mahkota Residence Premier Suite Melaka
12 Epr – 10 Mey
Yi$781 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-598
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Melaka
Atlantis Residence 1 BR/Netflix
18 Okt – 15 Nov
Yi$352 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMalacca

Jonker Street Night Marketbayi 240 abantu basekuhlaleni abayincomayo
A Famosabayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dataran Pahlawan Melaka Megamallbayi 223 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Izoo Melakabayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hatten Hotel Melakabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pantai Hospital Ayer Kerohbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.