Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Serena

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Coquimbo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwimizuzu eyi-2 ukusuka ePlaya Peñuelas.
7 Aga – 4 Sep
Yi$748 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Serena
Elegant Pearl 2D con hermosa Terraza
12 Mey – 9 Jun
Yi$1 024 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-La Serena
Iflethi etofotofo nemnandi edolophini
3–31 Mey
Yi$535 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Serena
Iflethi entle. Laguna del mar
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 025 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Serena

I-Playa El Farobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Playa 4 Esquinasbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Avenida del Marbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tololo Beachbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium La Portadabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Plaza la Serenabayi 150 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.