Iindawo Zokurenta Inyanga ePisco Elqui

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pisco Elqui
Indlu yamaplanga yakho wedwa, kwidolophu yasePisco Elqui, ukuya kutsho kubantu abayi-2
18 Epr – 16 Mey
Yi$644 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pisco Elqui
I-Cabaña El Sauce - Pisco Elqui
15 Jul – 12 Aga
Yi$981 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pisco Elqui
I-Casa de Barro - Pisco Elqui
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 873 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Diaguitas
Indawo yokuhlalaSan Agustín, Diaguitas, Elqui. 2p
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 278 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePisco Elqui

Pisco Elquibayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Destileria Pisco Mistralbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pisquera Mistralbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.