Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLabastide-Saint-Georges

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lavaur
Iflethi okanye indlu ekwicomplex, iziko lembali laseLavaur
17 Feb – 17 Mat
Yi$1 509 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Saint-Sulpice-la-Pointe
Igumbi lakho lokulala
20 Okt – 17 Nov
Yi$685 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Cambon-lès-Lavaur
Indlu esemaphandleni entle yabantu ababini
1–29 Dis
Yi$1 389 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-314
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Francarville
I-Studio de caractère dans ferme lauragaise
13 Jan – 10 Feb
Yi$757 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.