Iindawo Zokurenta Inyanga eLac de Saint-Pardoux

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Compreignac
isitudiyo esizimeleyo emaphandleni
28 Epr – 26 Mey
Yi$900 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Pardoux
La "Petite Maison" au pays de l'arbre, et de l'eau
3–31 Dis
Yi$1 157 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-56
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Pardoux-le-Lac
Chaleureuse maison neuve, cosy, 1km Lac,200m bourg
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 244 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
ISuperhost
Indlu e-Bersac-sur-Rivalier
I-La Forge de Belzanne
4 Feb – 4 Mat
Yi$961 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.