Iindawo Zokurenta Inyanga eLacco Ameno

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Casamicciola Terme
Ipomakazi lendlu enendawo yokuphola - I-WIFI YASIMAHLA
30 Jan – 27 Feb
Yi$3 615 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lacco Ameno
Indlu kaNestor
16 Epr – 14 Mey
Yi$2 179 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-82
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casamicciola Terme
Casetta Ottavio
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 106 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lacco Ameno
I-Penthouse enethala elimangalisayo
1 Feb – 1 Mat
Yi$3 411 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-39

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLacco Ameno

Negombobayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lacco Ameno - Il Fungobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Il Triangolobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Francischiellobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Archaeological Museum of Pithecusaebayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ondablubayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.