Iindawo Zokurenta Inyanga eLaguna Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Panama City Beach
I-Laketown Wharf, i-1047 sq ft, i-2nd flr, ilala i-6
14 Nov – 12 Dis
Yi$2 197 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
ISuperhost
Iflethi e-Panama City
❤️Origin 913 Rated 5 stars for Great Value*
15 Jan – 12 Feb
Yi$2 230 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-229
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Panama City
5 Star Home Kuphela 1 Block ukusuka Gulf
9 Nov – 7 Dis
Yi$3 385 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-85
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Panama City Beach
"Islandia 311" waterfront one bedroom with a pool
17 Nov – 15 Dis
Yi$2 429 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLaguna Beach

Thomas Donut & Snack Shopbayi 176 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carousel Supermarketbayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Back Beach Barbecuebayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pho Pier 77bayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beach House Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beach House Marketbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.