Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLausanne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Bourg-en-Lavaux
I-Little Garden 2...ijonge ichibi embindini wesidiliya
23 Jul – 20 Aga
Yi$4 124 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lausanne
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo w/ i-terrace embind
17 Okt – 14 Nov
Yi$4 223 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Pully
I-Joli studio à Pully
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 806 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lausanne
Isitudiyo sePenthouse 30 ☆ Terrace & Parking
30 Sep – 28 Okt
Yi$2 217 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLausanne

I-Olympic Museumbayi 173 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lausanne Palacebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chalet Suissebayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place de la Paludbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Château d'Ouchybayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ikhethidrali yeLausannebayi 147 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.