Iindawo Zokurenta Inyanga eLecce

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lecce
I-Asterisco
11 Mat – 8 Epr
Yi$804 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lecce
I-loft yedolophu endala
18 Nov – 16 Dis
Yi$1 820 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-282
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lecce
I-La Casa di Celeste - Iflethi enethala
16 Jan – 13 Feb
Yi$2 147 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lecce
I-Da Paolina al 5
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 928 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLecce

Porta Napolibayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Basilica di Santa Crocebayi 226 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stadio Ettore Giardiniero - Via del Marebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lecce Castlebayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Commerciale Mongolfierabayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Porta San Biagiobayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Italy
  3. Apulia
  4. Province of Lecce
  5. Lecce
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga