Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLoja

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Granada
I-Albayzin, Alhambra view, igadi, ipuli, max 3
9 Jan – 6 Feb
Yi$956 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Montefrío
Dehesa de las Casas. Ipuli yabucala, I-WI-FI
29 Okt – 26 Nov
Yi$1 229 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Loja
Indlu encinci enembonakalo entle nepuli
31 Dis – 28 Jan
Yi$2 162 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-58
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Málaga
Iiflethi e-yeguada luque guerrero
12 Jan – 9 Feb
Yi$673 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLoja

Restaurante Alacenabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Flatibayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alcazababayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Andalusia
  4. Granada Region
  5. Loja
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga