Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLonato del Garda

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Desenzano del Garda
Ifestile eLake 017067-CNI-00121
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 421 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Desenzano del Garda
Matshidiso Teedzani - CIR 017067-CNI-00164
21 Okt – 18 Nov
Yi$2 069 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Desenzano del Garda
I-Carpe Diem - I-Agrume: oasi di speed
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 673 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Moscatello
"Spring Cottage" CIR 020036-CNI-00016
30 Sep – 28 Okt
Yi$1 387 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLonato del Garda

Il Leone Shopping Centerbayi 239 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South Garda Kartingbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chervò Golf Hotel and Resort San Vigiliobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castello di Desenzano del Gardabayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Spiaggia d'orobayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Roman Villa yase-Desenzanobayi 54 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.