Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLonevågen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Bergen
Cozy studio with nature at your doorstep!
27 Jul – 24 Aga
Yi$1 271 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e- Ask
Isihlomelo - indawo yokuzikhusela ngaselwandle kufutshane neBergen
4 Okt – 1 Nov
Yi$1 530 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-231
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ask
I-Icehouse - inoxolo ngasefjord, kufutshane neBergen
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 838 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
ISuperhost
Indlu e-Åsane
Igumbi lokuhlala/igumbi lokulala, ikhitshi, igumbi lokuhlambela elinendawo yokuphulula izihlunu/ishawa enomphunga
7 Mat – 4 Epr
Yi$977 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.