Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLong Hải

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vũng Tàu
𝑻𝒉𝒆 𝑺𝒐𝒏𝒈 - 𝑷𝒖𝒎𝒑𝒌𝒊𝒏 𝑯𝒐𝒎𝒆𝒔𝒕𝒂𝒚
19 Mat – 16 Epr
Yi$661 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vũng Tàu
5* I-LasseThao seaview condo Vung Tau Front Beach
2–30 Jul
Yi$288 ngenyanga
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Vũng Tàu
Iflethi eyi-2BR enolwandle lwabucala - iAria Vung Tau
11 Jan – 8 Feb
Yi$1 068 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vũng Tàu
Căn hộ 2PN, 3 giường xinh xắn tại DIC Phoenix
3 Nov – 1 Dis
Yi$436 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLong Hải

I-Dinh Co Templebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Long Hai marketbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quán Nghĩabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.