Iindawo Zokurenta Inyanga eLoree

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Collingwood
I-Landing Pad - Condo eCollingwood
31 Mat – 28 Epr
Yi$2 260 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-340
ISuperhost
Iflethi e-Blue Mountains
Ski In/Out Chalet Condo 2B/2B, Great View, Hot Tub
1 Jun – 1 Jul
Yi$1 752 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-The Blue Mountains
Isitudiyo kwiiBlue Mountains
19 Nov – 19 Dis
Yi$1 209 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Clarksburg
Rustic 2 bedroom cabin on top of Blue Mountain
10 Jan – 9 Feb
Yi$1 695 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Ontario
  4. Grey County
  5. Loree
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga