Iindawo Zokurenta Inyanga eLoritto

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Malonno
Ekhaya Rhododendron abathandi beentaba-sports-relax
21 Jan – 18 Feb
Yi$1 432 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Malonno
Indlu yeholide yabathandi beentaba
26 Mey – 23 Jun
Yi$1 244 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Malonno
ikhaya leholide lehlathi lepine
21 Okt – 18 Nov
Yi$1 511 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-69
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Corteno Golgi
I-APRICA, UMBONO OMANGALISAYO WAMATHAMBEKA E-SKI
30 Sep – 28 Okt
Yi$1 330 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-46

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.