Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Capulines

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Miguel de Allende
Indlu 33A indawo yokupaka esesitratweni engabhatalelwayo
25 Jul – 22 Aga
Yi$554 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-354
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Santiago de Querétaro
I-Casa Angel Wi-Fi ekwenza uzive uthe zava xa uza kuhlala iofisi ixesha elifutshane
25 Mat – 22 Epr
Yi$706 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Celaya
Súper departamento green1
10 Aga – 7 Sep
Yi$507 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Celaya
Home in Celaya
16 Mey – 13 Jun
Yi$835 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.