Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Delfines

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ciutadella, Islas Baleares
APARTAMENTOS BLUEBEACH 1
1 Feb – 1 Mat
Yi$1 509 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45
ISuperhost
Iflethi e-Los Delfines
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane nolwandle
4 Okt – 1 Nov
Yi$1 623 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36
Ithandwa zindwendwe
Igumbi nesidlo sakusasa e-Los Delfines
I-Can Taronger Menorca
27 Aga – 24 Sep
Yi$8 320 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Illes Balears
Iflethi entle yeentsapho eziphambi kolwandle
4 Dis – 1 Jan
Yi$2 521 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLos Delfines

Cala en Forcatbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Es Replecbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CAFE RESTAURANTE YUCAbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sa Posta De Solbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aqua Centerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Owners Cars - Los Delfinesbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.