Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Morales

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ronda
Iii Apartamentos Morales & Arnal Cozy and 450m kude
25 Mey – 22 Jun
Yi$1 361 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-606
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Benalauría
"I-La Parra", ukhenketho lwasezilalini. Ikhaya lakho kwiparadesi.
25 Nov – 23 Dis
Yi$1 109 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-410
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ronda
I-PENTHOUSE ENE-TERRACE KUNYE NEENDAWO EZIBONAKALAYO
15 Aga – 12 Sep
Yi$1 945 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ronda
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enendawo yokupaka -
12 Jun – 10 Jul
Yi$1 959 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-444

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.