Iindawo Zokurenta Inyanga eLoudéac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loudéac
T2" yellow", cot ethuleyo
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 007 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loudéac
Iflethi ethe cwaka netofotofo, embindini wedolophu, embindini weBrittany
6 Aga – 3 Sep
Yi$1 655 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Plouguenast-Langast
Iloft encinci embindini weLié Valley
9 Okt – 6 Nov
Yi$999 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loudéac
Appart centre-ville loudeac
24 Mey – 21 Jun
Yi$764 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLoudéac

Super U et drivebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke ye-Aquarevbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Piscine Les Aquatides Loudeacbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Camping Aquarev Seasonovabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La nonninabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quai des Imagesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.