Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eNantes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Nantes
Iloft egadini, ethe cwaka, embindini wesixeko
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 296 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nantes
I-Studio Hyper Centre ( ixesha elide kuphela)
4 Aga – 3 Sep
Yi$1 322 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nantes
Wamkelekile kwiGrand Talensac - Kungenzeka kubekho indawo yokupaka yabucala
1–29 Mat
Yi$2 166 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-442
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nantes
35m² I-Hyper Centre Graslin 5 min ukusuka kwi-tram
16 Mey – 13 Jun
Yi$1 140 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-82

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseNantes

I-Atlantis Shopping Centrebayi 75 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Beaujoire Stadiumbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Château des ducs de Bretagnebayi 571 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Passage Pommerayebayi 303 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beaulieubayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Indawo Enokwenzekabayi 258 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.