Iindawo Zokurenta Inyanga eLoudes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Chavaniac-Lafayette
2** indlu esemaphandleni kwilizwe laseLafayette
23 Okt – 20 Nov
Yi$621 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Paulien
Indlu encinci yale mihla yelizwe
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 813 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Chaspuzac
Ukuhlala kamnandi: I-Le Clos de Laura ilungisiwe ifama
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 673 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Le Puy-en-Velay
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo kwindawo e
19 Aga – 16 Sep
Yi$1 185 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.