Iindawo Zokurenta Inyanga eMacGillivray

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-D'Estrees Bay
I-D 'Estrees Bay Shack, Ukuloba Nokusefa
28 Mey – 25 Jun
Yi$2 875 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Muston
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga - Umphambili wamanzi
16 Jun – 14 Jul
Yi$2 873 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Vivonne Bay
I-Honeyeaters 'Hideaway, i-Vivonne Bay - indlu yamaplanga ye-KI entle
29 Mey – 26 Jun
Yi$2 815 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Pelican Lagoon
Isitudiyo sokuqubha - Iindawo Ezintle Onokuzibona Kwi-Pevaila Lagoon
19 Jun – 17 Jul
Yi$3 146 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-267

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.