Iindawo Zokurenta Inyanga eMadison

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Killingworth
I-2 Bedroom Apt. inikezela ngoxolo kunye nokuzola
27 Mat – 24 Epr
Yi$2 690 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Clinton
Indlu esemaphandleni enamalungelo olwandle.
17 Dis – 14 Jan
Yi$2 800 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Guilford
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseGuilford, ekwi-Green
22 Jul – 19 Aga
Yi$2 538 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Madison
IBarn by the Sound
21 Feb – 21 Mat
Yi$3 164 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMadison

Jacobs Beachbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lenny & Joe's Fish Talebayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Clam Castlebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cristy's Madisonbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Place Restaurantbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Madison Beach Hotel, Curio Collection by Hiltonbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.