Iindawo Zokurenta Inyanga eMadrid

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro Madrid
Indlu kaRosita eMalasaña
19 Feb – 19 Mat
Yi$1 530 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-297
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro Madrid
ISITUDIYO ESINELANGA ESINEBHALKHONI EMBINDINI WEDOLOPHU,CHUECA.
12 Mat – 9 Epr
Yi$2 421 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chamberí
Isitudiyo kumbindi weMadrid
22 Jul – 21 Aga
Yi$1 049 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Argüelles
Istudiyo kwi-Paseo del Pintor Rosa
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 402 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMadrid

Plaza Mayorbayi 1 659 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko leNkqubo yasePradobayi 2 515 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarikezo San Miguelbayi 1 026 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wizink Centerbayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wanda Metropolitanobayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ifemabayi 76 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.