Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMadrisa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saas im Prättigau, Switzerland
Uxolo, ilanga, ilizwe kunye nendalo. I-Ganz nah action pur!
10 Mey – 7 Jun
Yi$1 721 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Jenaz, Switzerland
Phakathi kweendawo zokutyibiliza emkhenkceni. Ngoko ke. Ukunyuka intaba nokuhamba ngebhayisekile
13 Mey – 10 Jun
Yi$1 172 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Conters im Prättigau, Switzerland
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi amabini atofotofo en
11 Sep – 9 Okt
Yi$1 710 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Klosters-Serneus, Switzerland
Isitudiyo sale mihla esineendawo ezintle onokuzi
28 Mat – 25 Epr
Yi$2 701 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.