Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMalton

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Norton
Friendly, quiet retreat close to beautiful lake.
29 Nov – 27 Dis
Yi$756 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-North Yorkshire
Malton-beautiful apartment- 6 Chiltern Place
15 Epr – 13 Mey
Yi$2 888 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-North Yorkshire
🤍Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini weMalton🤍 # Chiltern
28 Dis – 25 Jan
Yi$3 605 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Kirby Misperton
Ideal couples retreat
9 Jun – 7 Jul
Yi$2 025 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMalton

Morrisonsbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Groovy Moo - Maltonbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Talbot Maltonbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Florios Pizzeria Ristorantebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The New Globe Innbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Pizzeria Maltonbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.