Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMarades

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enevaranda e-Korissia
I-Kea Boutique Studio ngaselunxwemeni
1–29 Nov
Yi$1 651 ngenyanga
ISuperhost
Indlu eqatywe ikalika e-Vourkari
Iflethi entle enembonakalo entle @ Vourkari
2–30 Nov
Yi$2 054 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Kéa
Ukutshona kwelanga okumangalisayo okubona indlu enendawo yokuphola
11 Epr – 9 Mey
Yi$19 705 ngenyanga
ISuperhost
Indlu eqatywe ikalika e-Coressia
Kea's Secret White Hideaway
13 Dis – 10 Jan
Yi$2 206 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.