Iindawo Zokurenta Inyanga eMarloth Park

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Mjejane game reserve
I-Thula Sana Lodge
6 Feb – 6 Mat
Yi$3 609 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Marloth Park
I-CASA MARULA
11 Jan – 8 Feb
Yi$4 134 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Marloth Park
Kanimambo Chalet 100% Solar powered for two people
23 Dis – 20 Jan
Yi$1 417 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Marloth Park
I-Giraffe Zebrawagen: I-Bush Safari @ Fever Tree Lodge
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 769 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMarloth Park

Amazing Kruger View Restaurantbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marlothi Safari Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marlothi Shopping Centrebayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jabula Restaurantbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Henk Van Rooyen Parkbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Phumula Kruger Lodge and Restaurantbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.