Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKruger Park

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Mjejane game reserve
I-Thula Sana Lodge
5 Feb – 5 Mat
Yi$3 608 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Marloth Park
I-CASA MARULA
6 Okt – 3 Nov
Yi$4 098 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hectorspruit
I-Seriti River Lodge Mjejane Kruger National Park
28 Jan – 25 Feb
Yi$8 170 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hoedspruit
I-Luxury Safari Lodge eKruger Park Nature Reserve
14 Jan – 11 Feb
Yi$3 860 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKruger Park

Lower Sabie Rest Campbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ngwenya Lodgebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mjejane Private Game Reservebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hazyview Junctionbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kruger National Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Manyeleti Game Reservebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.