Iindawo Zokurenta Inyanga eMarseille

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Le Panier
I-Le Délice, igumbi lokulala eliyi-1 elinefenitshala * *, ethe cwaka kwaye lixhotyisiwe
23 Epr – 21 Mey
Yi$1 104 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marseille
Studio old convent city center/sea
15 Dis – 14 Jan
Yi$1 042 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-161
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marseille
I-Pied-à-terre Marseillais
17 Mey – 14 Jun
Yi$612 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Marseille
Isitudiyo esine-air-conditioned kunye nendawo yokupaka yabucala edolophini
25 Nov – 23 Dis
Yi$894 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-58

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMarseille

Marseille Stadiumbayi 315 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yase-Calanguesbayi 371 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parc Borélybayi 300 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Les Terrasses du Portbayi 649 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Palais Longchampbayi 584 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre Boursebayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.