Iindawo Zokurenta Inyanga eMexico Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Mexico Beach
IBarefoot Bungalow
6 Jan – 3 Feb
Yi$3 194 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Port St. Joe
Walk to the Beach at Beacon Hill
29 Nov – 27 Dis
Yi$3 070 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Panama City Beach
🌴🐬⛱I-Nest yanamhlanje kwimvelaphi e-Seahaven🏝☀️PCB☀️🏖
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 920 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Panama City Beach
I-Laketown Wharf, i-1047 sq ft, i-2nd flr, ilala i-6
8 Dis – 5 Jan
Yi$2 198 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMexico Beach

Mexico Beach Marinabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toucan's of Mexico Beachbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mango Marley'sbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Killer Seafoodbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caribbean Coffee LLCbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shell Shackbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.