Iindawo Zokurenta Inyanga eVerona

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Borgo Trento
romantic and cheerful accommodation
3 Okt – 4 Nov
Yi$1 257 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Borgo Trento
I-Villa Chiara
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 509 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Veronetta
INDLU YENQABA ENESIBANE PHEZULU
26 Jan – 23 Feb
Yi$1 572 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-272
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Veronetta
I-VERONALODGE – Yangoku, itofotofo, iflethi esembindini
29 Okt – 26 Nov
Yi$2 313 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVerona

I-Arena yase-Veronabayi 641 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Piazza delle Erbebayi 207 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Indlu ka-Julietbayi 279 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ponte Pietrabayi 197 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castelvecchiobayi 256 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stadio Marcantonio Bentegodibayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Italy
  3. Veneto
  4. Province of Verona
  5. Verona
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga