Iindawo Zokurenta Inyanga eMizuma District, Oki

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Jōnan-ku, Fukuoka-shi
Igumbi lokonwaba (amabhinqa kuphela)幸運の小部屋/‧女性専用
19 Feb – 19 Mat
Yi$630 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-小郡市
i-miki, oko kukuthi indlu endala inegadi enkulu nelanga
16 Jul – 13 Aga
Yi$1 608 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kumamoto
Indawo yokupaka simahla yemoto eyi-1! Emva kokuphumla kwigumbi elinesitayela saseJapan elinokunyuka okuncinci, yiya kwi-Kumamoto Castle uze ubuke indawo esixekweni!
1–29 Jul
Yi$1 130 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-福岡市東区
I-C301 Indawo elula yokupaka simahla kunye nebhayisekile
16 Aga – 13 Sep
Yi$860 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.