Iindawo Zokurenta Inyanga eMoaksan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wansan-gu, Jeonju-si
3 NETFLIX / 빔프로젝트 / 미드센츄리감성 / 안락한 •‿• 스테이전주
25 Epr – 23 Mey
Yi$1 254 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-김제시, 금산면
금산사 5분/김제 카페 거리 5분/한옥마을 30분/넷플릭스/3룸/화장실2개/단체손님환영
25 Okt – 22 Nov
Yi$1 166 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-74
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Wanju-gun
"Isitudiyo sikaSara" [Hlala uze ungenzi nto] (indlu esemaphandleni, indawo ephezulu)
28 Mat – 25 Epr
Yi$1 739 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Deokjin-gu, Jeonju
Indawo yokuhlala efikelelekayo netofotofo embindini weJeonju # 6
10 Aga – 7 Sep
Yi$417 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.