Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMohammadpur

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dhaka
Istudiyo esinye esicaba kufuphi neGulshan-Baridhara
18 Mat – 15 Epr
Yi$769 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mohammadpur
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwigumbi lokulala elingu-3 eMohammadpur kaGqr. Raisa
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 480 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dhaka
3AC Bedroom Flat in Mohammedpur
11 Jul – 8 Aga
Yi$898 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dhaka
Ukuhlala kuyo yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex E2
27 Epr – 25 Mey
Yi$585 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMohammadpur

Tokyo Squarebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aarong Lalmatiabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nawabi Vojbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.