Iindawo Zokurenta Inyanga eMoira

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Moira
I-Moira Barn 2 Bedroom Cottage S.Catering
27 Mat – 24 Epr
Yi$2 574 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lisburn
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 450 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Lisburn and Castlereagh
I-Drum manor studio, Hillsborough
22 Sep – 20 Okt
Yi$1 556 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Armagh City, Banbridge Down and Craigavon
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga - ikhetheke kancinci!
22 Nov – 20 Dis
Yi$2 685 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMoira

Moira Demesnebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pretty Mary'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wine and Brinebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Fine Coffee Co.bayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The StillHouse Moirabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grahams Fish & Chipsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.