Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMokrance

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Staré Mesto, Slovakia
UJesenka - Iflethi Etofotofo enegumbi lokuhlambela elimangalisayo
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 342 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Juh
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo yemizuzu eyi-3. ukuya embindini wesi
24 Mey – 21 Jun
Yi$844 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-253
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Spišská Nová Ves
I-Urban Zenhouse
23 Mat – 20 Epr
Yi$911 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Košice
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yiJacuzzi Loft enophahla lweTerrace
Yi$2 926 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.