Iindawo Zokurenta Inyanga eMonmouth County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Asbury Park
Indawo yokuphola elwandle ethe cwaka nekuthi cwaka kuyo!
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 226 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-297
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Belmar
Indlu esemaphandleni enamagumbi okulala ayi-2, iveranda, iveranda, iwifi, umatshini wokuhlamba impahla
15 Jan – 12 Feb
Yi$3 611 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Franklin Township
Yonke i-Studio, i-Prvt. Indawo yokungena/i-Bathr, i-RWJ, i-RU, i-St P
3–31 Aga
Yi$1 886 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-268
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Monroe Township
Iflethi okanye indlu ekwic
14 Jul – 13 Aga
Yi$2 995 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-477

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.