Iindawo Zokurenta Inyanga eMono County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Mammoth Lakes
Charming 1 bedroom plus bunk bed nook in Mammoth
18 Mey – 15 Jun
Yi$2 707 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-345
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mammoth Lakes
ICondo Overlooking Eagle Lift in Summit Grand Bldg
27 Jul – 24 Aga
Yi$4 229 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mammoth Lakes
Umlilo eMammoth-Next to ski gondola & Village
14 Mey – 11 Jun
Yi$5 157 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
ISuperhost
Iflethi e-Mammoth Lakes
ICanyon Lodge Condo, Chamonix #79. Yiya e-Lreon
23 Mey – 20 Jun
Yi$4 340 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-512

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.