Iindawo Zokurenta Inyanga eMontevideo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Punta Carretas
I-PentHouse eParque Rodo
20 Jul – 17 Aga
Yi$1 281 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-142
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Punta Carretas
Istudiyo esivulekileyo esinebhalkhoni, ikhitshi, igaraje, a/c
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 263 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Centro Comunal Zonal 1
I-Boutique Loft Kwisakhiwo Sembali Elungisiweyo
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 665 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pocitos
Isitudiyo esitsha nesipheleleyo! Indawo efanelekileyo💃🏻
21 Jun – 19 Jul
Yi$1 024 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMontevideo

Punta Carretas Shoppingbayi 262 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Independenciabayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nuevocentro Shoppingbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Antel Arenabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pocitosbayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ciudad Viejabayi 206 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.