Iindawo Zokurenta Inyanga ePunta del Este

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Punta del Este
Phupha ngendawo. Eyona ndawo intle eyiPunta!
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 910 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Punta del Este
Iflethi Entsha Esezingeni Elitsha Nangoku, Amanyathelo avela ePort
20 Jun – 18 Jul
Yi$1 684 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Maldonado
Isitudiyo esitofotofo kakhulu, kwisakhiwo esinepuli.
26 Epr – 24 Mey
Yi$615 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Punta del Este
Edificio Santos Dumont - Punta del Este- Piso 2
2–30 Jun
Yi$582 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePunta del Este

Punta Shoppingbayi 298 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Izandla ze-Punta del Estebayi 164 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Enjoy Punta Del Este Resort E Casinobayi 247 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parador Imarangatubayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tienda Inglesabayi 135 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Faro ye-Punta del Estebayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.