Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Fairy

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Mount Fairy
I-Merigan - Iikota : ukuphumla kwilizwe
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 754 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Mount Fairy
I-Merigan Garden Cottage
1–29 Jun
Yi$2 171 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-394
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Bungendore
I-Blue Wren ~ ilizwe elinothando ~
23 Jul – 20 Aga
Yi$1 858 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Wamboin
Isitudiyo seBoutique kwi-10 Acres, i-WiFi kunye ne-Netflix
4 Mat – 1 Epr
Yi$2 484 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.