Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Field

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-National Park
Ifumaneka kanye kumnyango wokungena kwintsimi yeMt NP
8 Mey – 5 Jun
Yi$2 565 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Maydena
"I-Adventurers Lodge" Maydena ibonisa iWifi
13 Mey – 10 Jun
Yi$2 139 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Maydena
Indlu esemaphandleni iFlorentine
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 450 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-238
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-National Park
I-Red Jersey - 'i-Udder House'
17 Okt – 14 Nov
Yi$3 393 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-497

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Field

Amathunjwa aseRussellbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt Field Visitor Centrebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
National Park Hotel (Under New Management as @ 30th April 2021)bayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.