Iindawo Zokurenta Inyanga eMount Gambier

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mount Gambier
Ukuthi zava kwiCrouch, Kwi-CBD indawo entle yokuhlala.
19 Jan – 16 Feb
Yi$1 959 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-231
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Mount Gambier
Ii-birches kwi-Patricia -Self iflethi okanye indlu ekwicomplex
10 Jul – 7 Aga
Yi$2 038 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Mount Gambier
Phumla kuLee
15 Mey – 12 Jun
Yi$2 511 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mount Gambier
I-Adela Cottage
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 726 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMount Gambier

Mount Gambier Centralbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Icango luka-Engelbrechtbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Blue Lakebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezikobayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mount Gambier Farmers Marketbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mount Gambier Jens Hotelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.